|
IDianetics iveza into enye ebangela ubuhlungu, ukungonwabi nokungazithembi ebomini bakho
- ingqondo echasayo.
Kwaye ikubonisa indlela yokuyoyisa loo ngxaki.
Iphephandaba iNew York Times iyibonga njengenye yeencwadi ethe yanceda izigidi ngezigidi zabantu ukuze baphile kakuhle babe nempilo entle.
IDIANETICS
Ngaphezu kwe-18,000,000 yeekopi sezithengisiwe.
Ingaba kukho tshaba oluzifihlileyo olungafuni uphumelele nangona usebenza nzima? Ewe, lukhona.
Lubizwa ngokuba yingqondo echasayo. Yiyo ebangela ukuba woyike, ungazithembi, uve umphefumlo uthe khulumembe, kwakunye neentlungu zomzimba. IDianetics yeyona kuphela engakunceda ukuba ulwe nale ngqondo ichasayo ude uzazi iziphiwo zakho.
Abafundi abohlukeneyo beDianetics bayayivuma ukuba yabanceda kwezi:
Ukuba bazithembe ebomini babo.
Baphumelela ukuphumekeza iminqweno yabo.
Bayazingca ngobuntu babo.
Basoloko bephumelela kwizinto zonke abazenzayo.
U-L. Ron Hubbard ngomnye wababhali abaziwayo, kwaye iincwadi zakhe zifundwa kakhulu elizweni lonke. Sele ethengise ngaphezu kwe-120,000,000 yeekopi zeencwadi zakhe ethe yashicilelwa kwiilwimi ezingaphezu kwamashumi amahlanu. Iimfundiso zakhe zincede izigidi ngezigidi zabantu ukuba bafumane olona lonwabo nokuziphatha bekhululekile ebomini.
Thenga le ncwadi, yifunde, uze uyisebenzise.
To Order Dianetics
Write to us or call!
North and South America
info@bridgepub.com
1-800-722-1733
All other parts of the world
books@newerapublications.com
(45) 33 73 66 66
| Home | Related Sites | The L. Ron Hubbard Bookstore | Order Dianetics
© 1999-2004 Church of Scientology International. All Rights Reserved.
For Trademark Information
|
|